UMaduka uyaluvuma uxinizelelo lwemidlalo eshiyekileyo
‘Kufuneka siyiphumelele le midlalo (mibini eseleyo), ukuze sikhuseleke.’ Oku kuthethwe ngumqeqeshi weRoyal AM, uJohn Maduka, emva kokubethwa kweqela lakhe yiMamelodi
Read More‘Kufuneka siyiphumelele le midlalo (mibini eseleyo), ukuze sikhuseleke.’ Oku kuthethwe ngumqeqeshi weRoyal AM, uJohn Maduka, emva kokubethwa kweqela lakhe yiMamelodi
Read MoreAbadlali be-Orlando Pirates ababonakale kwividiyo bexoxa ngokubheja kumdlalo we-English Premier League baphantse babandakanyeka kwityala elibi elinokubagxothisa kwibhola ekhatywayo. Umdlali obonakale
Read MoreAkukacaci izizathu ezibangele ukuba iqela lePremier Soccer League linqumamise umqeqeshi walo nanjengoko izinto bezihamba kakuhle phantsi kwakhe. Kuvele iingxelo zokuba
Read MoreUGoodman Mosele kulindeleke ukuba abuyele kwi-Orlando Pirates ekupheleni kwesizini emva kokubolekwa kwakhe kwiChippa United, kwaye kulindeleke ukuba atyikitye isivumelwano esitsha
Read MoreUCavin Johnson naye ukhale ngosompempe emva kokuba iKaizer Chiefs ibambene ngo’1-1 naMaZulu FC kumdlalo weDStv Premiership obuseMoses Mabhida Stadium ngeCawe.
Read MoreIRichards Bay ibhuqa kwanto yaseSoweto njengoko yaqala ngeKaizer Chiefs ngoku ibethe yathi saa i-Orlando Pirates kumdlalo weDStv Premiership e-Orlando Stadium,ngoMgqibelo ebusuku.
Read MoreLukanyo Tshitshi Ubuchwephetshe be-Video Assissant Referee (VAR) bulindileke ukuba buphunyezwe eMzantsi Afrika kwiDstv Premier Soccer League kwezinyanga ezizayo. Ngokokutsho kukasihlalo
Read MoreICape Town Spurs iqhubekile nokubambelela esikhunini ingafuni ukuthotyelwa kwisigaba sesibini. Eli qela laseKapa lilwe lingaphelelanga ukunqanda ukubethwa yiSuperSport United kumdlalo
Read MoreAsiyomfihlo into yokuba uTeboho Mokoena utsale umdla kumaqela aseYurophu kwaye i-Al Ahly yase-Egypt ibonakala izimisele ngaye. Emva kwe-AFCON, kwavakala ukuba
Read MoreIChippa United iza kufumana izigidi zemali ngokudlala imidlalo yayo eBuffalo City Stadium ukusukela kwisizini ezayo yeDStv Premiership. Ngokwesivumelwano esitsha phakathi
Read More