Le yisizini angasokuze ayilibale uMabasa
Lukanyo Tshitshi Nangona isizini ayiqale ekwimbolekiso, le iza kuba yisizini azakuyikhumbula unaphakade uTshegofatso Mabasa, njengoko ephume newonga lokufaka amanqaku amanintsi
Read MoreLukanyo Tshitshi Nangona isizini ayiqale ekwimbolekiso, le iza kuba yisizini azakuyikhumbula unaphakade uTshegofatso Mabasa, njengoko ephume newonga lokufaka amanqaku amanintsi
Read MoreIMamelodi Sundowns ibone iphupha layo lokungabethwa litshabalala emva kokubethwa ngo 1-0 neCape Town City eLoftus ngoMgqibelo. U-Jaedin Rhodes ufake inqaku
Read MoreLukanyo Tshitshi Sizini nasizini xa kulelixesha lokubhengezwa abadlali abenze kakuhle kubakho isangxwe, elowo nalowo ephakamisa igama lomdlali acinga ukuba kufanela
Read MoreUmqeqeshi weTS Galaxy, uSead Ramovic, uthi abadingi izigidi ukuze baphumelele kodwa basebenza nzima. Ukutsho oku emva kokuba iqela lakhe libambene
Read MoreLukanyo Tshitshi ISuperSport United sele iqalisa ukulungiselela isizini ezayo ka-2024/25 ejongwe ngamehlo abovu ngabalandeli bebhola ekhatywayo nanjengoko amaqela amaninzi ajonge
Read MoreUqunyanyisiwe uJelly Chavani ozihlaze ngempazamo ayenzileyo kumdlalo weNedbank Cup kutshanje. Ikomiti ephonononga izigqibo zoonompempe ifumanise ukuba uChavani wenze impazamo enkulu
Read MoreUmqeqeshi weMamelodi Sundowns, uRulani Mokwena, uthethe umba onzima wokuba kutheni kufuneka anikwe iwonga lokuba ngumqeqeshi wesizini. Lo mcebisi weBrazilians ubuzwe
Read MoreI-Orlando Pirates neStellenbosch FC, kubonakla ngathi akekho ofuna indawo yesibini njengoko lamaqela omabini ebethiwe kwakho kwimidlalo eyandulela oyokugqibela kwimidlalo yeDstv
Read MoreLukhanyo Tshitshi IKaizer Chiefs esele lihambe umgama omde lingenamqeqeshi oyintloko liceba ukuvula iintetho nomqeqeshi weTS Galaxy osaqhuba kakuhle okwangoku kwiRockets,
Read MoreNanjengoko eli qela lijonge ukubulela abalandeli ngenkxaso yabo ngokuthi bagqibe isizini bekwizinga eliphezulu, abalandeli beKaizer Chiefs banesinye isizathu esibambekayo sokugxalathelana
Read More