IHighbury yaseMpuma Kapa zintshatsheli ze-ABC Motsepe League
Iqela lebhola ekhatywayo laseMpuma Koloni eGqeberha ziintshatsheli ze-ABC Motsepe ngo’2023/24 emva kokubetha iKruger United ngo 2-0 kumdlalo wamagqibela kankqoyi eMxolisi
Read MoreIqela lebhola ekhatywayo laseMpuma Koloni eGqeberha ziintshatsheli ze-ABC Motsepe ngo’2023/24 emva kokubetha iKruger United ngo 2-0 kumdlalo wamagqibela kankqoyi eMxolisi
Read MoreKube yimincili yodwa xa iHighbury FC yaseMpuma Koloni izibekela indawo kwiMotsepe Foundation Championship xa izibethela iNjampela FC kumdlalo we-ABC Motsepe
Read MoreIKruger United, yephondo laseMpumalanga, iza kudlala kwiMotsepe Foundation Championship kwisizini ka2024/2025. Oku kulandela ukuqhubela phambili ukuya kumdlalo wamagqibela kankqoyi we-ABC
Read MoreUsuku lwesithathu lwemidlalo ye-ABC Motsepe League National Playoffs ka-2024 beluzaliswe ziimvakalelo njengoko amaqela epakishe imigodlo yawo okanye eqhubela phambili ukuya
Read More