Iintshatsheli ze Chiefs zithulisa iPirates
I-Kaizer Chiefs ifumene ilungelo lokuzigwagwisa kwi-DStv Diski Challenge’s Soweto Derby emva kokuphumelela i-Orlando Pirates ngo 2-0 eSolomon Mahlangu Stadium ngeCawa.
Read MoreI-Kaizer Chiefs ifumene ilungelo lokuzigwagwisa kwi-DStv Diski Challenge’s Soweto Derby emva kokuphumelela i-Orlando Pirates ngo 2-0 eSolomon Mahlangu Stadium ngeCawa.
Read MoreNanjengoko umanejala wakhe uMike Makaab eqinisekisa ukuba iKaizer Chiefs inikwe ithuba lokutyikitya uSipho Mbule, ulwazi olutsha lubonisa ukuba akazukuya eNaturena.
Read MoreIChippa United iqinisekise ukuba ityikitye umdlali wasephikweni u-Aphelele Teto osuka kwiqela laseScottland iLivingston ngaphambi kwesizini entsha. UTeto, 21, khange akwazi
Read MoreEkugqibeleni iKaizer Chiefs ibhengeze umqeqeshi wayo omtsha uNasreddine Nabi emva kokuba evumile ukujoyina iGlamour Boys. Lenzalelwano yaseTunisia yabamba iingxoxo kunye
Read MoreUmdlali omtsha weKaizer Chiefs Chiefs, uBongani Sam, ubhaqwe eTurkey neli qela ezilungiselela ukuqala kwesizini entsha. USam, 26, ujoyine iChiefs esuka
Read MoreLukanyo Tshitshi IKaizer Chiefs imaxhaphetshu idiliza abadlali ukulungiselela ukufika komqeqeshi omtsha uNasreddine Nabi okulindileke atheleke kweli loMzantsi Afrika emva komdlalo
Read MoreIChippa United ikhuphe intlaninge yabadlali engasayi kubadinga kwisizini ezayo ka’2024/2025, kwiDStv Premiership. Phakathi kwaba badlali kukho uGoodman Moseley, osuka kwi-Orlando
Read MoreUmphathi weTS Galaxy uTim Sukazi uthi iqela alinandlela yimbi ngaphandle kokuhlawula uBernard Yao Kouassi i-R1.8-million, ngokomyalelo weFIFA. Oku kuza emva
Read MoreISuperSport United yohlukene nomdlali odlala emva uSiyanda Xulu emva kwesizini enye kuphela. UXulu uzibandakanye naMassatsantsa aPitori ekuqaleni kwesizini edlulileyo emva
Read MoreEmva kokugqiba esizini iKaizer Chiefs iqeqeshwa libambela mqeqeshi, lizakubhengeza uNasreddine Nabi njengomqeqeshi ozokukhokhela eliqela kwisizini ezayo. Ngokwengxela zeSABC Sport, zonke
Read More