IStellies igxininisa indawo yayo ukuze badlale imidlalo yeCAF
By Lukanyo Tshitshi IStellenbosch iqhubela phambili nokusamenta indawo yalo kwitafile ye-Dstv Premiership emva kokuthwaxa iqela laseLimpopo iPolokwane City ngo-5 –
Read MoreBy Lukanyo Tshitshi IStellenbosch iqhubela phambili nokusamenta indawo yalo kwitafile ye-Dstv Premiership emva kokuthwaxa iqela laseLimpopo iPolokwane City ngo-5 –
Read MoreAmaZulu FC ajikele iChippa United xa eyihlutha iqatha emlonyeni ngemizuzu yokugqibela eMoses Mabhida Stadium ngoMgqibelo. IChippa iwuqale kakuhle umdlalo weDstv
Read MoreUmdlali odlala esiswini we-Orlando Pirates uMonnapule Saleng kulindeleke ukuba afake isicelo sokutshintshela kwelinye iqela ekupheleni kwesizini njengoko ejonge ukufumana ixesha
Read MoreICape Town Spurs esemngciphekweni wokuthotywa ikhuphe umdlali onamava uSurprise Ralani okwesibini kwisithuba seenyanga ezine. I-Spurs ibhengeze ukutyikitya kukaRalani ekupheleni kuka-Okthobha
Read MoreIPremier Soccer League ibhengeze ukuba iwutshintshile umdlalo weKaizer Chiefs weDStv Premiership neMamelodi Sundowns. Bekulindeleke ukuba umdlalo udlalwe zingama-30 Aphreli kodwa
Read MoreUmqeqeshi weMamelodi Sundowns uRulani Mokwena ugxeke inxenye yabalandeli beli qela abathukise omnye wabadlali babo kumdlalo wabo neSekhukhune United. Isiganeko sokungxola
Read MoreIMamelodi Sundowns ifumene irekhodi elitsha lePremier Soccer League (PSL) emva kokuphumelela kwayo ngo 2-1 bedlala neSekhukhune United kumdlalo weDStv Premiership
Read MoreUmqeqeshi oyintloko weKaizer Chiefs, uCavin Johnson, udize ukuba umsindo uye wavutha phakathi kwabadlali bakhe emva kokubethwa ngo 1-0 yiRichards Bay.
Read MoreIChippa United isebenzise iimpazamo zeSuperSport United –Kwanele Kopo Umqeqeshi weChippa United, uKwanele Kopo, uthi basebenzise iimpazamo zeSuperSport United kumdlalo wabo
Read MoreICape Town City ilahle amanqaku amaninzi njengoko ijonge ukuzigqatsela kwimidlalo yeCAF apho ibambene ngo 2-2 idlala nePolokwane City kumdlalo weDstv
Read More