U-Elana Meyer wothulel’ umnqwazi uGlenrose Xaba emva kokuphula amaxwebhu
Igqala loMzantsi Afrika, u-Elana Meyer, umncomile uGlenrose Xaba emva kokuba lo mfana oneminyaka engamashumi amabini anesithoba (29) ephule iirekhodi zakhe
Read MoreIgqala loMzantsi Afrika, u-Elana Meyer, umncomile uGlenrose Xaba emva kokuba lo mfana oneminyaka engamashumi amabini anesithoba (29) ephule iirekhodi zakhe
Read MoreUmdlali wasemva kwiMamelodi Sundowns uMothobi Mvala uthi uhleli enethemba kwaye ugxile kumdlalo wakhe. Oku kwenzeka ngaphandle kokuba umdlali ophakathi weqela
Read MoreOwayesakuba ngumgadli weKaizer Chiefs u-Efmamjjasond Gonzalez akaphozisanga maseko wenza inguqu kwiShijiazhuang Gongfu FC. Evalela inqaku lokuqala emdlalweni wakhe wokuqala kumdlalo
Read MoreUShauwn “Ma”Mkhize uyibeke yacaca: unyana wakhe u- Andile Mpisane akazukuba nenxaxheba kwiphulo lakhe elitsha, iMbabane Highlanders FC. Lomfana uneminyaka engama-24
Read MoreInkwenkwezi yase Mzantsi Afrika u-Ayanda Sishuba kuxelwe ukuba uzakulishiya iqela lakhe oloku didi oluphezulu lwase Fransi, kwiinyanga nje ezisixhenxe efikile
Read MoreUmqeqeshi we-Orlando Pirates, u-Abdeslam Ouaddou, ukholelwa ukuba iqela lakhe liyaqala ukuhlangana kwaye liyayiqonda into efunwa liqela lobugcisa. U-Ouaddou ebethetha emva
Read MoreUMohau Nkota ngumdlali wamva nje oqinisekiswe yiOrlando Pirates ukuba uza kuphuma eSoweto. Ezintsha iindaba zokuba uMonapule Saleng uzakubolekwa kwi-Orbit FC,
Read MoreIKaizer Chiefs ifumene ukubethwa okwesibini kulandelana kukhenketho lwayo lwaphambi kwesizini yaseNetherlands, yabethwa ngo’1-0 kwiqela elikwinqanaba eliphezulu laseDutch iNEC Nijmegen ngenjikalanga
Read MoreI- Stellenbosch FC iza kuphulukana nomnye wabadlali abadlala ngokuzimiselq ekupheleni kwesizini ezayo. I-arhente kaThabo Moloisane, uKarabo Tshabuse, ungqinile ukuba iphulo
Read MoreKukho imfazwe yokudala eza kumbindi weKaizer Chiefs – kwaye iya iqatsela. Umdlali omtsha u-Ethan Chislett akachithanga xesha wenza ukuba ubukho
Read More